11 Wasakha ke isibingelelo u-Uriya umbingeleli, njengako konke abemthumele khona uAhazi ukumkani eDamasko. Wenjenjalo u-Uriya umbingeleli, wada wafika ukumkani uAhazi evela eDamasko.
funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 16
imbono 2 Ookumkani 16:11 kwimeko