17 Ukumkani uAhazi waziqhawula iipanele* zeenqwelwana, wazisusa kuzo iingqayi; waluthula ulwandle ezinkomeni zobhedu, ezibe zingaphantsi kwalo, walubeka phezu kwesiseko samatye.
funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 16
imbono 2 Ookumkani 16:17 kwimeko