2 Ookumkani 16:5 XHO75

5 Kwaza kwenyuka uRetsin, ukumkani wakwa-Aram*, noPeka unyana kaRemaliya, ukumkani wakwaSirayeli, beza kulwa eYerusalem; bamngqinga uAhazi, àbaba nako ukumeyisa.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 16

imbono 2 Ookumkani 16:5 kwimeko