2 Ookumkani 16:9 XHO75

9 Ukumkani waseAsiriya wamphulaphula; wenyuka ukumkani waseAsiriya waya eDamasko, wayithimba, wabafudusa abantu wabása eKiri, wambulala uRetsin.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 16

imbono 2 Ookumkani 16:9 kwimeko