2 Ookumkani 17:1 XHO75

1 Ngomnyaka weshumi elinesibini ka-Ahazi ukumkani wakwaYuda, uHoseya, unyana kaEla, waba ngukumkani kwaSamari kumaSirayeli, iminyaka yasithoba.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 17

imbono 2 Ookumkani 17:1 kwimeko