2 Ookumkani 17:21 XHO75

21 Ngokuba wawakrazula amaSirayeli endlwini kaDavide; aza amenza ukumkani uYarobheham unyana kaNebhati. UYarobheham wawawexula amaSirayeli ekumlandeleni uYehova, wawonisa ngesono esikhulu.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 17

imbono 2 Ookumkani 17:21 kwimeko