2 Ookumkani 17:34 XHO75

34 Unanamhla enza ngokwamasiko amhlamnene; akamoyiki uYehova, engenzi ngeyawo imimiselo nangelawo isiko, nangokomyalelo nomthetho, awabawiselayo uYehova oonyana bakaYakobi, awamnika igama elinguSirayeli.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 17

imbono 2 Ookumkani 17:34 kwimeko