2 Ookumkani 17:4 XHO75

4 Ke kaloku ukumkani waseAsiriya wamfumana uHoseya eliphamba, ngokuthi athume izigidimi kuSo, ukumkani wamaYiputa, angawunyusi awuse umnikelo kukumkani waseAsiriya, njengokweminyaka ngeminyaka; ukumkani waseAsiriya wamvalela ke, wamkhonkxa entolongweni.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 17

imbono 2 Ookumkani 17:4 kwimeko