2 Ookumkani 18:23 XHO75

23 Khawubekelane kaloku nenkosi yam ukumkani waseAsiriya: ndokunika amawaka amabini amashashe, ukuba ùnako ukundinika abakhweli bokukhwela kuwo.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 18

imbono 2 Ookumkani 18:23 kwimeko