2 Ookumkani 18:31 XHO75

31 Musani ukumphulaphula uHezekiya; ngokuba utsho ukumkani waseAsiriya, ukuthi, Xolisanani nam, niphume nize kum, nidle elowo umdiliya wakhe, elowo umkhiwane wakhe, nisele elowo amanzi equla lakhe;

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 18

imbono 2 Ookumkani 18:31 kwimeko