2 Ookumkani 18:4 XHO75

4 Wazisusa izigánga, waziqhekeza izimiso zamatye, wamgawula uAshera,* wayiqoba inyoka yobhedu awayenzayo uMoses; ngokuba kwada kwayiloo mini oonyana bakaSirayeli beqhumisela kuyo, kwathiwa loo nto lubhedu nje kodwa.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 18

imbono 2 Ookumkani 18:4 kwimeko