2 Ookumkani 18:7 XHO75

7 UYehova waba naye; wenza ngengqiqo ezintweni zonke aziphumeleyo. Wagwilika kukumkani waseAsiriya, àkamkhonza.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 18

imbono 2 Ookumkani 18:7 kwimeko