2 Ookumkani 19:15 XHO75

15 Wathandaza uHezekiya phambi koYehova, wathi, Yehova, Thixo wakwaSirayeli, ùhleli wena phakathi kweekerubhi,* unguye uThixo wena wedwa kwizikumkani zonke zehlabathi; wena uwenzile amazulu nehlabathi.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 19

imbono 2 Ookumkani 19:15 kwimeko