2 Ookumkani 19:28 XHO75

28 Ngenxa yokundigugumela kwakho, nangenxa yokutyesha kwakho okunyuke kweza ezindlebeni zam, ndiya kufaka ikhonkco lam empumlweni yakho, nomkhala wam emlonyeni wakho, ndikubuyise ngendlela oweza ngayo.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 19

imbono 2 Ookumkani 19:28 kwimeko