2 Ookumkani 19:32 XHO75

32 Ngako oko utsho uYehova ngokubhekisele kukumkani waseAsiriya, ukuthi, Akayi kungena kulo mzi; akayi kutola notolo kuwo; akayi kuwuzela enengweletshetshe, akayi kuwufumbela ludonga lwakungqinga.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 19

imbono 2 Ookumkani 19:32 kwimeko