2 Ookumkani 19:35 XHO75

35 Kwathi ngobo busuku, kwaphuma isithunywa sikaYehova, saxabela emkhosini wama-Asiriya ikhulu elinamanci asibhozo anesihlanu lamawaka. Bavuka kusasa, nango, ezizidumbu ezifileyo onke.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 19

imbono 2 Ookumkani 19:35 kwimeko