6 Wathi uIsaya kubo, Nòtsho kwinkosi yenu ukuthi, Utsho uYehova ukuthi, Musa ukuwoyika amazwi owavileyo, abandinyelise ngawo abafana bokumkani waseAsiriya.
funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 19
imbono 2 Ookumkani 19:6 kwimeko