2 Ookumkani 2:12 XHO75

12 UElisha ákukubona oko, wadanduluka, wathi, Bawo, bawo, nqwelo yokulwa yakwaSirayeli, nabamahashe ayo! Akaba sambona. Wazibamba ezakhe iingubo, wazikrazula zaziqwenga zibini;

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 2

imbono 2 Ookumkani 2:12 kwimeko