2 Ookumkani 2:14 XHO75

14 Wayithabatha ingubo enkulu kaEliya, eyayiwe kuye, wabetha ngayo emanzini, wathi, Úphi na uYehova, uThixo kaEliya, yena kanye? Wabetha ke emanzini; ahluka, asinga ngapha nangapha; wawela uElisha.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 2

imbono 2 Ookumkani 2:14 kwimeko