2 Ookumkani 2:17 XHO75

17 Bamjoka, wada waneentloni, wathi, Wathumeni. Bawathuma ke amadoda amashumi mahlanu; amfuna iintsuku ezintathu, akamfumana.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 2

imbono 2 Ookumkani 2:17 kwimeko