2 Ookumkani 2:19 XHO75

19 Athi amadoda aloo mzi kuElisha, Uyabona, ukuma kwalo mzi kuhle, njengoko ibonayo inkosi yethu; ke amanzi mabi, nalo mhlaba awuniki nto.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 2

imbono 2 Ookumkani 2:19 kwimeko