2 Ookumkani 2:24 XHO75

24 Nyuka, nkqayindini! Wabheka ngasemva, walubona, waluqalekisa egameni likaYehova. Kwaphuma iibherekazi* zambini ehlathini, zabaqwenga abantwana abamashumi mané anababini kulo.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 2

imbono 2 Ookumkani 2:24 kwimeko