2 Ookumkani 20:17 XHO75

17 Uyabona, kuza imihla eya kuthi yonke into esendlwini yakho, nento abayiqwebáyo ooyihlo kwada kwayile mini, ithwalèlwe eBhabheli, kungasali nto, utsho uYehova;

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 20

imbono 2 Ookumkani 20:17 kwimeko