2 Ookumkani 20:5 XHO75

5 Buya uye kuthi kuHezekiya, ingànga yabantu bam, Utsho uYehova, uThixo kaDavide uyihlo, ukuthi, Ndiwuvile umthandazo wakho, ndizibonile iinyembezi zakho; uyabona, ndiya kukuphilisa; ngomhla wesithathu uya kunyuka uye endlwini kaYehova;

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 20

imbono 2 Ookumkani 20:5 kwimeko