11 Ngenxa enokuba uManase, ukumkani wakwaYuda, ewenzile loo masikizi, wenza okubi okungaphezulu kwako konke awakwenzayo ama-Amori, abengaphambi kwakhe, wawonisa namaYuda ngezigodo zakhe ezizizithixo:
funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 21
imbono 2 Ookumkani 21:11 kwimeko