2 Ookumkani 21:19 XHO75

19 UAmon ubeminyaka imashumi mabini anamibini ezelwe, ukuba ngukumkani kwakhe; waba neminyaka emibini engukumkani eYerusalem. Igama lonina belinguMeshulemete, intombi kaHarutse waseYotebha.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 21

imbono 2 Ookumkani 21:19 kwimeko