2 Ookumkani 21:3 XHO75

3 Wabuya wazakha izigànga, awayezidilizile uHezekiya uyise, wammisela uBhahali* izibingelelo, wenza ooAshera,* njengoko wenzayo uAhabhi ukumkani wakwaSirayeli, waqubuda kumkhosi wonke wezulu, wawukhonza.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 21

imbono 2 Ookumkani 21:3 kwimeko