2 Ookumkani 22:1 XHO75

1 UYosiya ubeminyaka isibhozo ezelwe, ukuba ngukumkani kwakhe; waba neminyaka emashumi mathathu anamnye engukumkani eYerusalem. Igama lonina belinguYedida, intombi ka-Adaya waseBhotsekati.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 22

imbono 2 Ookumkani 22:1 kwimeko