2 Ookumkani 22:14 XHO75

14 Waya ke uHilekiya umbingeleli, noAhikam, noAkebhore, noShafan, noAsaya, kuHulda umprofetikazi, umkaShalum unyana kaTikva, unyana kaHar-hase, umgcini-ngubo (waye yena ehleli eYerusalem kwesesibini isahlulo sayo), bathetha naye.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 22

imbono 2 Ookumkani 22:14 kwimeko