2 Ookumkani 22:3 XHO75

3 Kwathi ngomnyaka weshumi elinesibhozo wokumkani uYosiya, ukumkani wathuma uShafan, unyana ka-Atsaliya, unyana kaMeshulam, umbhali, endlwini kaYehova, esithi,

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 22

imbono 2 Ookumkani 22:3 kwimeko