2 Ookumkani 23:12 XHO75

12 Nezibingelelo ezibe ziphezu kophahla lwegumbi eliphezulu lika-Ahazi, abazenzáyo ookumkani bakwaYuda, nezibingelelo awazenzayo uManase ezintendelezweni zombini zendlu kaYehova, wazidiliza ukumkani, wazikhanda kwakhona, waluphosa emlanjeni oyiKidron uthuli lwazo.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 23

imbono 2 Ookumkani 23:12 kwimeko