2 Ookumkani 23:16 XHO75

16 Wabheka uYosiya, wawabona amangcwaba abekhona entabeni, wathumela, wawathabatha amathambo emangcwabeni lawo, wawatshisela phezu kwesibingelelo, wasenza inqambi ngokwelizwi likaYehova, awalimemezayo umfo wakwaThixo, owawamemezayo la mazwi.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 23

imbono 2 Ookumkani 23:16 kwimeko