2 Ookumkani 23:2 XHO75

2 Wenyuka ukumkani waya endlwini kaYehova, namadoda onke akwaYuda, nabemi bonke baseYerusalem kunye naye, nababingeleli, nabaprofeti, nabantu bonke, kwathabathela komncinane kwesa komkhulu. Wawalesa ezindlebeni zabo onke amazwi encwadi yomnqophiso eyafunyanwa endlwini kaYehova.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 23

imbono 2 Ookumkani 23:2 kwimeko