2 Ookumkani 23:31 XHO75

31 UYehowahazi ubeminyaka imashumi mabini anamithathu ezelwe, ukuba ngukumkani kwakhe; zaba ntathu iinyanga engukumkani eYerusalem. Igama lonina belinguHamutali, intombi kaYeremiya waseLibhena.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 23

imbono 2 Ookumkani 23:31 kwimeko