2 Ookumkani 23:34 XHO75

34 UFaro-neko wamenza ukumkani uEliyakim, unyana kaYosiya, esikhundleni sikaYosiya uyise, waliguqula igama lakhe languYehoyakim. Ke wamthabatha uYehowahazi, weza naye eYiputa; wafela khona.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 23

imbono 2 Ookumkani 23:34 kwimeko