2 Ookumkani 23:36 XHO75

36 UYehoyakim ubeminyaka imashumi mabini anamihlanu ezelwe, ukuba ngukumkani kwakhe; waba neminyaka elishumi linamnye engukumkani eYerusalem. Igama lonina belinguZebhuda, intombi kaPedaya waseRuma.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 23

imbono 2 Ookumkani 23:36 kwimeko