2 Ookumkani 23:8 XHO75

8 Wabathabatha bonke ababingeleli emizini yakwaYuda, wazenza inqambi izigánga, apho babeqhumisela khona ababingeleli, ethabathela eGebha ase eBher-shebha, wazidiliza izigánga zamasango, ezisekungeneni kwesango likaYoshuwa, umphathi womzi, nezisekhohlo komntu ongena esangweni lomzi.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 23

imbono 2 Ookumkani 23:8 kwimeko