2 Ookumkani 24:18 XHO75

18 UZedekiya ubeminyaka imashumi mabini anamnye ezelwe, ukuba ngukumkani kwakhe; waba neminyaka elishumi elinamnye engukumkani eYerusalem. Igama lonina belinguHamutali, intombi kaYeremiya waseLibhena.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 24

imbono 2 Ookumkani 24:18 kwimeko