2 Ookumkani 24:7 XHO75

7 Akabanga saphinda ukumkani waseYiputa aphume ezweni lakhe; ngokuba ukumkani waseBhabheli wayezithimbile zonke izinto ezizezokumkani waseYiputa, eqalele emlanjeni waseYiputa, wada wesa emlanjeni ongumEfrati.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 24

imbono 2 Ookumkani 24:7 kwimeko