2 Ookumkani 25:19 XHO75

19 Kuwo umzi wathabatha umbusi wamnye, awayengumphathi wamadoda okulwa; namadoda amahlanu kwabehlala nokumkani, awafunyanwayo phakathi komzi; nombhali womthetheli womkhosi, obesakuhlanganisa abantu belizwe; namadoda amashumi mathandathu kubantu belizwe, awafunyanwayo phakathi komzi.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 25

imbono 2 Ookumkani 25:19 kwimeko