2 Ookumkani 25:23 XHO75

23 Bakùva ke bonke abathetheli bemikhosi, bona namadoda abo, akuba ukumkani waseBhabheli umenze umphathi uGedaliya, beza kuGedaliya lowo eMizpa; bengooIshmayeli unyana kaNetaniya, noYohanan unyana kaKareha, noSeraya, unyana kaTanumete waseNetofa, noYahazaniya unyana kaMahakati, bona namadoda abo.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 25

imbono 2 Ookumkani 25:23 kwimeko