2 Ookumkani 25:4 XHO75

4 Wagqojozwa umzi, asaba onke amadoda okulwa ngobusuku, ngendlela yesango eliphakathi kweendonga zombini, elisemyezweni wokumkani (aye amaKaledi ewujikelezile umzi); wahamba ukumkani ngendlela yaseArabha.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 25

imbono 2 Ookumkani 25:4 kwimeko