2 Ookumkani 3:1 XHO75

1 Ke kaloku uYehoram, unyana ka-Ahabhi, waba ngukumkani kumaSirayeli kwaSamari, ngomnyaka weshumi elinesibhozo kaYehoshafati ukumkani wakwaYuda; waba neminyaka elishumi elinamibini engukumkani.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 3

imbono 2 Ookumkani 3:1 kwimeko