2 Ookumkani 3:11 XHO75

11 Wathi uYehoshafati, Akukho mprofeti kaYehova na apha, sibuzise kuYehova ngaye? Waphendula omnye wabakhonzi bokumkani wakwaSirayeli, wathi, Ukho apha uElisha, unyana kaShafati, obegalela amanzi ezandleni zikaEliya.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 3

imbono 2 Ookumkani 3:11 kwimeko