2 Ookumkani 3:13 XHO75

13 Wathi ke uElisha kukumkani wamaSirayeli, Yintoni na enam nawe? Hamba uye kubaprofeti bakayihlo, nakubaprofeti bakanyoko. Wathi ukumkani wakwaSirayeli kuye, Hayi; ngokuba uYehova ubabizele aba kumkani bathathu, ukuba abanikele esandleni sikaMowabhi.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 3

imbono 2 Ookumkani 3:13 kwimeko