2 Ookumkani 3:20 XHO75

20 Kwathi kusasa, xa kunyuswa umnikelo wokudla, nanko kusiza amanzi, evela ngendlela yakwaEdom, ilizwe lazala amanzi.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 3

imbono 2 Ookumkani 3:20 kwimeko