2 Ookumkani 3:27 XHO75

27 Wathabatha unyana wakhe wamazibulo, obeya kuba ngukumkani esikhundleni sakhe, wamnyusa waba lidini elinyukayo phezu kodonga. Afikelwa buburhalarhume obukhulu amaSirayeli. Ancothuka kuye, abuyela ezweni lawo.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 3

imbono 2 Ookumkani 3:27 kwimeko