2 Ookumkani 3:7 XHO75

7 Waya wathumela kuYehoshafati, ukumkani wakwaYuda, esithi, Ukreqile kum ukumkani wakwaMowabhi; wóhamba na nam siye kulwa namaMowabhi? Wathi, Ndonyuka ndiye; ndìnjengoko unjalo; abantu bam banjengoko banjalo abantu bakho; amahashe am anjengoko anjalo amahashe akho.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 3

imbono 2 Ookumkani 3:7 kwimeko