2 Ookumkani 4:13 XHO75

13 Wambiza; wema phambi kwakhe. Wathi kuye, Khawuthi kuye, Uyabona, ùsinyamekele ngayo yonke le nyameko; unga ungenzelwa ntoni na ke? Unelizwi ongalenzelwayo na kukumkani, nokuba kukumthetheli-mkhosi? Wathi yena, Ndihleli phakathi kwabantu bakowethu.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 4

imbono 2 Ookumkani 4:13 kwimeko