2 Ookumkani 4:16 XHO75

16 Wathi, Mayela neli xesha nyakenye ùya kusingatha unyana. Wathi yena, Musa, nkosi yam, mfo wakwaThixo, musa ukuthetha amanga kumkhonzazana wakho.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 4

imbono 2 Ookumkani 4:16 kwimeko